1
EYONQULO 18:22
IBHAYIBHILE
Indoda mayingahlangani nenye indoda iyenze umfazi, kuba lisikizi elo.
Thelekisa
Phonononga EYONQULO 18:22
2
EYONQULO 18:23
Makungabikho ndoda okanye umfazi ohlangana nesilwanyana; loo ntlondi ilisikizi.
Phonononga EYONQULO 18:23
3
EYONQULO 18:21
Unganikezeli namnye umntwana wakho abe yinto yokwenzela *uMoleki idini, kuba loo nto inyelisa igama loThixo wakho. Nditsho mna Ndikhoyo.
Phonononga EYONQULO 18:21
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo