ILEVITIKUS 18:23
ILEVITIKUS 18:23 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Uze ungalali nanye into ezitho ziné, ukuba uzènze inqambi ngayo; inkazana mayingazimisi phambi kwento ezitho ziné, ukuze izekwe yiyo: kukuzingcolisa oko.
Yabelana
Funda ILEVITIKUS 18ILEVITIKUS 18:23 IBHAYIBHILE (XHO96)
Makungabikho ndoda okanye umfazi ohlangana nesilwanyana; loo ntlondi ilisikizi.
Yabelana
Funda ILEVITIKUS 18