1
UYOSHUWA 24:15
IBHAYIBHILE
Ke ukuba kubi emehlweni enu ukumkhonza uNdikhoyo, khethani ngoku, ukuba nokhonza bani na nina, phakathi koothixo baseMesopotami booyihlo noothixo bama-Amori enimi kumhlaba wawo. Kodwa mna kunye nomzi wam, siya kukhonza uNdikhoyo.”
Thelekisa
Phonononga UYOSHUWA 24:15
2
UYOSHUWA 24:14
“UNdikhoyo mhloneleni, nimnqule ngentembeko ninyanisekile. Yahlukanani *nezithixo zookhokho benu ngexesha bengaphesheya kwe-Efrati naseJiputa, nikhonze uNdikhoyo yedwa.
Phonononga UYOSHUWA 24:14
3
UYOSHUWA 24:16
Aphendula amaSirayeli athi: “Thina asisoze sahlukane noNdikhoyo sikhonze thixo bambi.
Phonononga UYOSHUWA 24:16
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo