1
UYOHANE 8:12
IBHAYIBHILE
UYesu waphinda wabhekisa ebantwini wathi: “Ndim ukhanyiso lwehlabathi. Lowo undilandelayo soze ahambe ebumnyameni; woba nokhanyiselo olunika ubomi.”
Thelekisa
Phonononga UYOHANE 8:12
2
UYOHANE 8:32
Niya kuyiqonda ke inyaniso; yaye inyaniso iya kunenza nikhululeke.”
Phonononga UYOHANE 8:32
3
UYOHANE 8:31
Ke ngoko uYesu wathi kumaJuda abeke ithemba kuye: “Ukuba nithe nazingisa ukuhlala nisenza oko ndinifundisileyo, niya kuba ngabafundi bam benene.
Phonononga UYOHANE 8:31
4
UYOHANE 8:36
Ukuba ke uNyana uthe wanenza nakhululeka, noba ngabakhululekileyo mpela.
Phonononga UYOHANE 8:36
5
UYOHANE 8:7
Besamile njalo bembuza, waphakama, wathi kubo: “Ongenasono kuni makube nguye ogibisela ilitye lokuqala.”
Phonononga UYOHANE 8:7
6
UYOHANE 8:34
Wawaphendula uYesu wathi: “Ndithi kuni, inene, bonke abenza isono bangamakhoboka esono.
Phonononga UYOHANE 8:34
7
UYOHANE 8:10-11
Waphakama uYesu, wathi kuye: “Baphi na abamangaleli bakho? Akukho namnye na oshiyekileyo?” Waphendula wathi: “Namnye, Nkosi.” Wathi uYesu: “Nam ke andikugwebi. Hamba, ungàbuye wone.”]
Phonononga UYOHANE 8:10-11
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo