1
UYOHANE 7:38
IBHAYIBHILE
*IziBhalo zithi kuya kugqabhuka imisinga yamanzi aphilisayo embilinini walowo ukholwayo kum. ”
Thelekisa
Phonononga UYOHANE 7:38
2
UYOHANE 7:37
Ngosuku lokugqibela, olo ke lulolona lubalulekileyo lwetheko, wema uYesu, wathetha ngelivakalayo esithi: “Onxaniweyo makeze kum asele.
Phonononga UYOHANE 7:37
3
UYOHANE 7:39
UYesu wayithetha le nto esingisele kuMoya ababeya kumamkela abo babekholwa kuye. Kaloku uMoya wayengekafiki, kuba ubungangamsha bukaYesu babungekabonakali.
Phonononga UYOHANE 7:39
4
UYOHANE 7:24
Sanukugweba ngokwembonakalo; gwebani ngobulungisa.”
Phonononga UYOHANE 7:24
5
UYOHANE 7:18
Othetha okukokwakhe uzifunela olwakhe udumo; ke yena ofuna udumo lwalowo umthumileyo unyanisekile, akukho nkohliso kuye.
Phonononga UYOHANE 7:18
6
UYOHANE 7:16
Waza uYesu wawaphendula wathi: “Le mfundiso ndiyifundisayo asiyoyam, koko ivela kulowo undithumileyo.
Phonononga UYOHANE 7:16
7
UYOHANE 7:7
Abantu beli hlabathi bandithiyile mna, kuba ndisoloko ndiyihlaba imikhwa yabo emibi, kodwa nina bayanithanda.
Phonononga UYOHANE 7:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo