Ke abaninzi bomangaliswa bakusibona;
suka santleke-ntleke asazeka,
imbonakalo yaso ingachazeki,
singasafani nanyana wamntu.
Nangoku ke wochaphazela izizwe ezininzi,
izikumkani zikhumnqe zisik' umlomo.
Kaloku zobona zide ziqondisise nento ezingazange zayazi.”