1
UISAYA 46:10-11
IBHAYIBHILE
Isiphelo ndasixela kwasekuqaleni; kwamandulo ndazivakalisa izinto ezizayo. Ndatsho ukuba icebo lam soze liwe, koko ndokufezekisa oko ndikumisileyo. Mna ndibize umfo empumalanga; sisitshu esiya kurhiwula njengokhetshe. Yena woyifezekisa yonke injongo yam; njengoko ndithethile kuya kuba njalo kanye.
Thelekisa
Phonononga UISAYA 46:10-11
2
UISAYA 46:4
Noda niguge nibe ziingwevu mna ndisengulowo unixhasayo. Nenziwa ndim, ngoko ke ndonisingatha; ewe, ndonigcina ndinihlangule.
Phonononga UISAYA 46:4
3
UISAYA 46:9
Khanikhumbule iziganeko zamandulo, nivume ukuba mna ndinguThixo; ewe, akukho thixo ufana nam.
Phonononga UISAYA 46:9
4
UISAYA 46:3
“I-i-i-nzwi ke wena, ndlu kaYakobi! Ndiphulaphuleni nina masalela endlu kaSirayeli, nina endanixhasa kwasekukhawulweni kwenu, ndaza ndanisingatha kwasekuzalweni kwenu.
Phonononga UISAYA 46:3
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo