1
UISAYA 38:5
IBHAYIBHILE
“Xelela uHezekiya uthi: ‘Nali ilizwi elithethwa nguNdikhoyo uThixo kayihlo uDavide: Ndiwuvile umthandazo wakho, ndazibona neenyembezi zakho. Ndiza kubongeza ngeminyaka elishumi elinesihlanu ubomi bakho.
Thelekisa
Phonononga UISAYA 38:5
2
UISAYA 38:3
“Khumbula kaloku, Ndikhoyo, ukuba oko ndakunqulayo ndikukhonza ngentembeko nokunyaniseka, ndaba soloko ndihamba ngokomyalelo wakho.” Suka ke wangqukruleka kabuhlungu.
Phonononga UISAYA 38:3
3
UISAYA 38:17
Ubukrakra bube lusizo kum; undihlangule kubo bonke ububi, waza ke wazixolela nezono zam.
Phonononga UISAYA 38:17
4
UISAYA 38:1
Ngelo thuba ke ukumkani uHezekiya wahlabeka, waza wagulela ukungabikho. *Umshumayeli uIsaya, unyana ka-Amozi, waya kumbona, waza wathi kuye: “*UNdikhoyo uthi: ‘Lungisa imicimbi yomzi wakho ime kakuhle, kuba uza kufa, awuzukuphila.’ ”
Phonononga UISAYA 38:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo