1
EYEZIQALO 18:14
IBHAYIBHILE
Niba kukho into enokuxaka uNdikhoyo? Bendithe ngeli xesha kunyaka ozayo ndobe ndibuye; uSara woba enomntwana oyinkwenkwe.”
Thelekisa
Phonononga EYEZIQALO 18:14
2
EYEZIQALO 18:12
Wahleka yedwa ke uSara, wathi: “Sendigqithile kwixabiso lokuzala, kanti nomyeni wam selaluphele.”
Phonononga EYEZIQALO 18:12
3
EYEZIQALO 18:18
Inzala yakhe yoba sisizwe esikhulu, yaye ndozithamsanqelisa ngaye zonke izizwe.
Phonononga EYEZIQALO 18:18
4
EYEZIQALO 18:23-24
Uthe uAbraham kuNdikhoyo: “Ngaba ngenene, *Mhlekazi, uza kutshabalalisa amalungisa ndawonye nezibhoja? Ukuba kukho amashumi amahlanu amalungisa, ngaba ungasibhangisa eso sixeko? Akungesisindisi ngenxa yamashumi amahlanu lawo?
Phonononga EYEZIQALO 18:23-24
5
EYEZIQALO 18:26
Uthe uNdikhoyo: “Ukuba kungakho amashumi amahlanu abantu abamsulwa eSodom, ndingasisindisa eso sixeko sonke ngenxa yabo.”
Phonononga EYEZIQALO 18:26
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo