1
UHEZEKILE 22:30
IBHAYIBHILE
“Ndafuna phakathi kwabo indoda yokwakha udonga, ize ime esikrobeni phambi kwam, imele ilizwe, ukuze mna ndingalitshabalalisi; kodwa andiyifumani.
Thelekisa
Phonononga UHEZEKILE 22:30
2
UHEZEKILE 22:31
Ngoko ke ndiza kuyikhuphela kubo ingqumbo yam, ndibatshabalalise ngobushushu bomsindo wam, bavune loo nto bayihlwayeleyo, itsho iNgangalala uNdikhoyo.”
Phonononga UHEZEKILE 22:31
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo