UHEZEKILE 22:30
UHEZEKILE 22:30 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndafuna kubo indoda engaba luthango phakathi, ime ethutyeni phambi kwam, ikhusele ilizwe elo, ukuze ndingalitshabalalisi; ke andiyifumani.
Share
Funda UHEZEKILE 22UHEZEKILE 22:30 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Ndafuna phakathi kwabo indoda yokwakha udonga, ize ime esikrobeni phambi kwam, imele ilizwe, ukuze mna ndingalitshabalalisi; kodwa andiyifumani.
Share
Funda UHEZEKILE 22