1
UHLAZIYO-MNQOPHISO 31:6
IBHAYIBHILE
Qinani nikhaliphe, ningaxhali, ningabi nayo nedyudyu. Kaloku uNdikhoyo uThixo wenu ungakuni; soze arhoxe okanye anilahle.”
Thelekisa
Phonononga UHLAZIYO-MNQOPHISO 31:6
2
UHLAZIYO-MNQOPHISO 31:8
NguNdikhoyo ngokwakhe oza kunikhokela, ahambe nani. Soze arhoxe, engasoze anilahle; ngoko ke yomelelani ningoyiki.”
Phonononga UHLAZIYO-MNQOPHISO 31:8
3
UHLAZIYO-MNQOPHISO 31:7
UMosis wabiza uYoshuwa, wathetha naye phambi kwawo onke amaSirayeli, wathi: “Qina ukhaliphe! Kaloku nguwe oza kukhokela aba bantu, uye kubadlisa ilifa labo kwelo lizwe uNdikhoyo wabathembisa ngalo ngesifungo ooyise-mkhulu.
Phonononga UHLAZIYO-MNQOPHISO 31:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo