1
UHLAZIYO-MNQOPHISO 26:19
IBHAYIBHILE
Ke yena uya kuniphakamisa, nibe ngaphezu kwazo zonke izizwe awazidalayo, khon' ukuze nityibele nibonga nilizisele udumo nesithozela igama lakhe. Ngenene niya kuba ngabantu bakaNdikhoyo uThixo wenu ngokomlomo wakhe.”
Thelekisa
Phonononga UHLAZIYO-MNQOPHISO 26:19
2
UHLAZIYO-MNQOPHISO 26:18
Kunamhlanje nje ke uNdikhoyo uyivakalisile into yokuba unamkele naba ngabantu bakhe ncakasana ngokwesithembiso sakhe; ngoko ke uyaniyala, uthi yithobeleni imiyalelo yakhe.
Phonononga UHLAZIYO-MNQOPHISO 26:18
Home
Bible
Plans
Videos