1
UHLAZIYO-MNQOPHISO 24:16
IBHAYIBHILE
“Abazali mabangabulawa ngenxa yamatyala enziwe ngabantwana babo, nabantwana mabangabulawa ngenxa yamatyala enziwe ngabazali babo; umntu makabulawe ngenxa yesono asenze ngokwakhe.
Thelekisa
Phonononga UHLAZIYO-MNQOPHISO 24:16
2
UHLAZIYO-MNQOPHISO 24:5
“Indoda esandula ukuthath' umfazi mayingaphumi nomkhosi. Nakuwo nawuphi na umsebenzi onjalo mayikhululeke ixesha elingangonyaka, khon' ukuze ihlale ekhaya yonwabe nomkayo.
Phonononga UHLAZIYO-MNQOPHISO 24:5
Home
Bible
Plans
Videos