IDUTERONOMI 24:16
IDUTERONOMI 24:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ooyise mabangabulawa ngenxa yoonyana; oonyana mabangabulawa ngenxa yooyise; elowo makabulawe ngesono sakhe.
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 24IDUTERONOMI 24:16 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Abazali mabangabulawa ngenxa yamatyala enziwe ngabantwana babo, nabantwana mabangabulawa ngenxa yamatyala enziwe ngabazali babo; umntu makabulawe ngenxa yesono asenze ngokwakhe.
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 24