1
1 KAYOHANE 1:9
IBHAYIBHILE
Kodwa ke, ukuba siyazivuma izono zethu, uThixo uthembekile, ulilungisa; wosixolela izono zethu, asihlambulule kuko konke ukungalungisi.
Thelekisa
Phonononga 1 KAYOHANE 1:9
2
1 KAYOHANE 1:7
Kodwa ke ukuba sihleli ekukhanyeni njengaye uThixo, siba nobudlelane. Ke lona igazi likaYesu uNyana wakhe lisihlambulula kuso sonke isono.
Phonononga 1 KAYOHANE 1:7
3
1 KAYOHANE 1:8
Xa sithi asinasono siyazikhohlisa, asinanyani mpela.
Phonononga 1 KAYOHANE 1:8
4
1 KAYOHANE 1:5-6
Nalu ke udaba endaluva ngoNyana kaThixo, nendinixelela lona: UThixo ukukukhanya; abukho konke kuye ubumnyama. Xa ke sithi sinobudlelane noThixo, kodwa sibe sihleli ebumnyameni, sithetha ubuxoki, nezenzo zethu azingqinelani nenyaniso.
Phonononga 1 KAYOHANE 1:5-6
5
1 KAYOHANE 1:10
Kanti xa sithi asizange sone, simenza ixoki uThixo, yaye nelizwi lakhe alikho kuthi.
Phonononga 1 KAYOHANE 1:10
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo