1
1 KWABASEKORINTE 3:16
IBHAYIBHILE
Anazi na ukuba nina niyindlu kaThixo? Anazi na ukuba uMoya kaThixo uhlala ngaphakathi kwenu?
Thelekisa
Phonononga 1 KWABASEKORINTE 3:16
2
1 KWABASEKORINTE 3:11
Kaloku akukho bani unokubeka siseko simbi ngaphandle kweso sabekwa nguThixo, eso ke singuYesu onguKrestu.
Phonononga 1 KWABASEKORINTE 3:11
3
1 KWABASEKORINTE 3:7
Ngoko ke lowo utyalayo akabalwa, nalowo unkcenkceshelayo akabalwa; obalulekileyo nguThixo, yena ukhulisayo.
Phonononga 1 KWABASEKORINTE 3:7
4
1 KWABASEKORINTE 3:9
Thina singabancedisanayo emsebenzini kaThixo; intsimi kaThixo ke nini. Ngenye indlela nisisakhiwo sikaThixo.
Phonononga 1 KWABASEKORINTE 3:9
5
1 KWABASEKORINTE 3:13
Umsebenzi womntu ngamnye uya kucaca ngemini yomgwebo, kuba ngaloo mini umlilo uya kuwubonakalisa umsebenzi womntu ngamnye, uphicothe ubunjani bawo.
Phonononga 1 KWABASEKORINTE 3:13
6
1 KWABASEKORINTE 3:8
Lowo utyalayo ke uyafana nalowo unkcenkceshelayo, kodwa elowo kubo uya kwamkela umvuzo ngangokubulaleka kwakhe.
Phonononga 1 KWABASEKORINTE 3:8
7
1 KWABASEKORINTE 3:18
Makungabikho namnye uzikhohlisayo. Ukuba ubani kuni uba usisilumko kweli hlabathi, makabe “sisidenge” ukuze abe sisilumko ngenene.
Phonononga 1 KWABASEKORINTE 3:18
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo