1
1 KWABASEKORINTE 10:13
IBHAYIBHILE
Nasiphi na isilingo esikuhlelayo siyinto eqhelekileyo emntwini. Yena ke uThixo, ngokuba ethembekile, akayi kukuyekela ulingwe ngokungaphezu kwamandla akho. Hayi, wosuka akuvulele ikroba lokuphuncula, ukuze ube nako ukunyamezela.
Thelekisa
Phonononga 1 KWABASEKORINTE 10:13
2
1 KWABASEKORINTE 10:31
Nokuba ke nenza ntoni na, nokuba niyatya, nokuba niyasela, yenzelani udumo lukaThixo.
Phonononga 1 KWABASEKORINTE 10:31
3
1 KWABASEKORINTE 10:12
Nabani na ozicingela ukuba umile makalumke angawi.
Phonononga 1 KWABASEKORINTE 10:12
4
1 KWABASEKORINTE 10:23
“Sivumelekile ukwenza nayiphi na into,” kukho abatshoyo. Ewe kunjalo kambe, kodwa azilunganga zonke izinto. Ewe: “Sivumelekile ukwenza nayiphi na into,” kodwa izinto azakhi zonke.
Phonononga 1 KWABASEKORINTE 10:23
5
1 KWABASEKORINTE 10:24
Makungabikho bani ufuna ukulungelwa yedwa; elowo makakhathalele nokwabanye.
Phonononga 1 KWABASEKORINTE 10:24
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo