1
UZEKARIYA 2:5
IZIBHALO EZINGCWELE
Ndiya kuba ludonga lomlilo kuyo mna ngeenxa zonke, utsho uYehova; ndibe bubuqaqawuli phakathi kwayo.
Thelekisa
Phonononga UZEKARIYA 2:5
2
UZEKARIYA 2:10
Memelela uvuye, ntombi inguZiyon; ngokuba, uyabona, ndiyeza, ndihlale phakathi kwakho; utsho uYehova.
Phonononga UZEKARIYA 2:10
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo