UZEKARIYA 2:10
UZEKARIYA 2:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Memelela uvuye, ntombi inguZiyon; ngokuba, uyabona, ndiyeza, ndihlale phakathi kwakho; utsho uYehova.
Yabelana
Funda UZEKARIYA 2UZEKARIYA 2:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Memeza ugcobe, ntombi eyiZiyon, kuba ndiyeza, ndaye ndiza kuhlala apho kuwe,” utsho uNdikhoyo.
Yabelana
Funda UZEKARIYA 2