Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka ISITYHILELO 5

1

ISITYHILELO 5:9

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Avuma ingoma entsha, esithi: Ùfanele ukuyithabatha incwadi, nokuwavula amatywina ayo; Ngokuba wena waxhelwa, wasithenga ukuba sibe ngabakaThixo ngalo igazi lakho, Síphuma kuzo zonke izizwe, neelwimi, nabantu, neentlanga

Thelekisa

Phonononga ISITYHILELO 5:9

2

ISITYHILELO 5:12

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

besithi ngezwi elikhulu: Kuyifanele iMvana eyaxhelwayo ukwamkela amandla, Nobutyebi, nobulumko, nokomelela, nembeko, nozuko, nokubongwa.

Thelekisa

Phonononga ISITYHILELO 5:12

3

ISITYHILELO 5:10

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wasenza ookumkani nababingeleli kuye uThixo wethu; Sasiya kuba ngookumkani phezu komhlaba.

Thelekisa

Phonononga ISITYHILELO 5:10

4

ISITYHILELO 5:13

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kananjalo zonke izidalwa ezisezulwini, naphezu komhlaba, naphantsi komhlaba, naphezu kolwandle, neento zonke ezikwezo zinto, ndaziva zisithi: Kulowo uhleli etroneni, nakuyo iMvana, Makubekho ukubongwa, nembeko, nozuko, namandla, Kuse emaphakadeni asemaphakadeni.

Thelekisa

Phonononga ISITYHILELO 5:13

5

ISITYHILELO 5:5

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Yathi enye indoda enkulu kum, Musa ukulila; yabona, iNgonyama yesizwe sakwaYuda, iNgcambu kaDavide, ikweyisile ukuyivula incwadi, nokuwanqika amatywina ayo asixhenxe.

Thelekisa

Phonononga ISITYHILELO 5:5

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne ISITYHILELO 5

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo