1
ISITYHILELO 1:8
IZIBHALO EZINGCWELE
Mna ndinguAlfa• no-Omega,• isiqalo nesiphelo; itsho iNkosi, leyo ikhoyo, yayikho, izayo, uSomandla.
Thelekisa
Phonononga ISITYHILELO 1:8
2
ISITYHILELO 1:18
ndaye ndifile; yabona, ndingobudlayo ubomi kuse emaphakadeni asemaphakadeni. Amen. Ndinazo nezitshixo zelabafileyo nezokufa.
Phonononga ISITYHILELO 1:18
3
ISITYHILELO 1:3
Únoyolo lowo uwalesayo, kwanabo bawevayo amazwi aso isiprofeto esi, bazigcine izinto ezibhaliweyo kuso; kuba ixesha likufuphi.
Phonononga ISITYHILELO 1:3
4
ISITYHILELO 1:17
Ndithe ndakumbona, ndasuka ndawa ezinyaweni zakhe, ndaba njengofileyo. Waza wabeka isandla sakhe sokunene phezu kwam, esithi kum, Musa ukoyika; mna ndingowokuqala nowokugqibela, ndinguye odla ubomi
Phonononga ISITYHILELO 1:17
5
ISITYHILELO 1:7
Yabonani, uza namafu; aye eya kumbona amehlo onke, kwanabo bamhlabáyo; zaye ziya kummbambazelela zonke izizwe zomhlaba. Ewe, amen.
Phonononga ISITYHILELO 1:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo