1
IINDUMISO 34:18
IZIBHALO EZINGCWELE
Ùsondele uYehova kwabantliziyo zaphukileyo, Àbasindise abamoya utyumkileyo.
Thelekisa
Phonononga IINDUMISO 34:18
2
IINDUMISO 34:4
Ndamfuna uYehova, wandiphendula; Wandihlangula kwiinto zonke endinxunguphala zizo.
Phonononga IINDUMISO 34:4
3
IINDUMISO 34:19
Buninzi ububi obulihlelayo ilungisa, Ke uYehova ulihlangula kubo bonke.
Phonononga IINDUMISO 34:19
4
IINDUMISO 34:8
Yivani, nibone ukuba ulungile uYehova. Hayi, uyolo lomfo ozímela ngaye!
Phonononga IINDUMISO 34:8
5
IINDUMISO 34:5
Babheka kuye, bakhazimla; Ubuso babo àbaba nazintloni.
Phonononga IINDUMISO 34:5
6
IINDUMISO 34:17
Akhala, weva uYehova; Wawahlangula ezimbandezelweni zawo zonke.
Phonononga IINDUMISO 34:17
7
IINDUMISO 34:7
Isithunywa sikaYehova sibangqinga ngeenxa zonke abamoyikayo, Sibahlangule.
Phonononga IINDUMISO 34:7
8
IINDUMISO 34:14
Suka ebubini, wenze okulungileyo; Funa uxolo, uluphuthume.
Phonononga IINDUMISO 34:14
9
IINDUMISO 34:13
Gcina ulwimi lwakho ebubini, Umlomo wakho ungathethi nkohliso.
Phonononga IINDUMISO 34:13
10
IINDUMISO 34:15
Amehlo kaYehova akumalungisa, Iindlebe zakhe zisekuzibikeni kwawo.
Phonononga IINDUMISO 34:15
11
IINDUMISO 34:3
Menzeni mkhulu kunye nam uYehova, Siliphakamise kunye igama lakhe.
Phonononga IINDUMISO 34:3
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo