1
IINDUMISO 30:5
IZIBHALO EZINGCWELE
Ngokuba yinto yephanyazo umsindo wakhe, Itarhu lakhe liyinto yobomi; Ngokuhlwa kulalisa ukulila, Kusasa kubakho ukumemelela.
Thelekisa
Phonononga IINDUMISO 30:5
2
IINDUMISO 30:11-12
Wakugúqula ukulila kwam, kwaba kukuqamba; Wandikhulula ezirhwexayo, wandibhinqisa uvuyo, Ukuze uzuko lwam luvume ngawe, lungàthi cwaka. Yehova, Thixo wam, ndiya kubulela kuwe ngonaphakade.
Phonononga IINDUMISO 30:11-12
3
IINDUMISO 30:2
Yehova, Thixo wam, Ndazibika kuwe, wandiphilisa
Phonononga IINDUMISO 30:2
4
IINDUMISO 30:4
Mbetheleni uhadi uYehova, nina bakhe benceba, Nibulele isikhumbuzo sakhe esingcwele.
Phonononga IINDUMISO 30:4
5
IINDUMISO 30:1
Ndiya kukuphakamisa, Yehova, kuba undirholile wandinyusa, Akwazivuyisa iintshaba zam ngam.
Phonononga IINDUMISO 30:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo