1
IMIZEKELISO 28:13
IZIBHALO EZINGCWELE
Osigubungelayo isono sakhe akayi kuba nampumelelo; Ke yena osivumayo, asishiye, uya kufumana inceba.
Thelekisa
Phonononga IMIZEKELISO 28:13
2
IMIZEKELISO 28:26
Okholose ngeyakhe intliziyo usisidenge; Ke yena ohamba ngobulumko uya kusinda.
Phonononga IMIZEKELISO 28:26
3
IMIZEKELISO 28:1
Basaba bengasukelwa nto abangendawo; Ke wona amalungisa akholosa njengengonyama.
Phonononga IMIZEKELISO 28:1
4
IMIZEKELISO 28:14
Hayi, uyolo lomntu ohlala enkwantya; Ke yena ontliziyo ilukhuni uya kweyela ebubini.
Phonononga IMIZEKELISO 28:14
5
IMIZEKELISO 28:27
Opha ihlwempu akasweli; Ke yena ofihla amehlo akhe uneengqalekiso ezininzi.
Phonononga IMIZEKELISO 28:27
6
IMIZEKELISO 28:23
Omohlwayayo umntu wothi kamva afumane ubabalo, Ngaphezu kocengacengayo ngolwimi.
Phonononga IMIZEKELISO 28:23
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo