IMIZEKELISO 28:27
IMIZEKELISO 28:27 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Opha ihlwempu akasweli; Ke yena ofihla amehlo akhe uneengqalekiso ezininzi.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 28IMIZEKELISO 28:27 IBHAYIBHILE (XHO96)
Umntu onezinwe kumahlwempu akasweli nto; ovala amehlo akhe kwiintswelo zawo wohlala eqalekiswa.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 28