1
UYOSHUWA 24:15
IZIBHALO EZINGCWELE
Ke ukuba kubi emehlweni enu ukumkhonza uYehova, zinyuleleni namhla oyena niya kumkhonza; nokuba ngoothixo ababekhonza bona ooyihlo, ababephesheya koMlambo, nokuba ngoothixo bama-Amori, enihleli ezweni lawo. Ke mna nendlu yam siya kukhonza uYehova.
Thelekisa
Phonononga UYOSHUWA 24:15
2
UYOSHUWA 24:14
Moyikeni ke ngoko uYehova, nimkhonze ngokugqibeleleyo, nangenyaniso. Susani oothixo, ababekhonza bona ooyihlo phesheya koMlambo, naseYiputa, nimkhonze ke uYehova.
Phonononga UYOSHUWA 24:14
3
UYOSHUWA 24:16
Baphendula abantu, bathi, Makube lé kuthi ukumshiya uYehova, sikhonze thixo bambi.
Phonononga UYOSHUWA 24:16
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo