1
UYOSHUWA 2:11
IZIBHALO EZINGCWELE
Sivile ke, zanyibilika iintliziyo zethu, akwaba sabakho kuqina kwamxhelo mntwini ngenxa yenu; ngokuba uYehova uThixo wenu nguye uThixo emazulwini phezulu, nasehlabathini phantsi apha.
Thelekisa
Phonononga UYOSHUWA 2:11
2
UYOSHUWA 2:10
Kuba sivile ukuba uYehova wawomisa amanzi oLwandle oluBomvu• phambi kwenu ekuphumeni kwenu eYiputa; noko nakwenzayo kookumkani bobabini bama-Amori, ababephesheya kweYordan, ooSihon no-Ogi, enabasingela phantsi.
Phonononga UYOSHUWA 2:10
3
UYOSHUWA 2:8-9
Engekalali amadoda, yenyuka yona yaya kuwo phezu kwendlu; yathi kuloo madoda, Ndiyazi ukuba uYehova uninikile eli lizwe; nokuba sìwelwe luqhiphuko-mbilini ngani; nokuba bathé amandla bonke abemi beli lizwe ebusweni benu.
Phonononga UYOSHUWA 2:8-9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo