1
UYOHANE 13:34-35
IZIBHALO EZINGCWELE
Ndiniwisela umthetho omtsha, wokuba nithandane, njengoko ndinithandileyo nina, ukuze nani nithandane. Ngayo le nto baya kwazi bonke, ukuba ningabafundi bam, ukuba nithe nathandana.
Thelekisa
Phonononga UYOHANE 13:34-35
2
UYOHANE 13:14-15
Ngoko ke, ukuba ndizihlambile iinyawo zenu mna, ndíyiNkosi, ndínguMfundisi, nani nifanele ukuhlambana iinyawo. Kuba ndininike umzekelo, ukuze nani nenze, njengoko ndenzé ngako mna kuni.
Phonononga UYOHANE 13:14-15
3
UYOHANE 13:7
Waphendula uYesu, wathi kuye, Endikwenzayo mna akukwazi wena okwangoku; kodwa wokuqonda kamva.
Phonononga UYOHANE 13:7
4
UYOHANE 13:16
Inene, inene, ndithi kuni, Akukho mkhonzi umkhulu kunenkosi yakhe, namthunywa umkhulu kunalowo umthumileyo.
Phonononga UYOHANE 13:16
5
UYOHANE 13:17
Ukuba niyazazi ezi zinto, ninoyolo ukuba nithi nizenze.
Phonononga UYOHANE 13:17
6
UYOHANE 13:4-5
usuka esidlweni, azibeke phantsi iingubo zakhe, athabathe itawuli• abhinqe; aze agalele amanzi esityeni sokuhlambela, aqale ukuzihlamba iinyawo zabafundi, nokuzisula ngetawuli abeyibhinqile.
Phonononga UYOHANE 13:4-5
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo