1
UYEREMIYA 42:6
IZIBHALO EZINGCWELE
Nokuba lilungile, nokuba libi, siya kuliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wethu, esikuthumela kuye; ukuze kulunge kuthi, xa siliphulaphulayo ilizwi likaYehova uThixo wethu.
Thelekisa
Phonononga UYEREMIYA 42:6
2
UYEREMIYA 42:11-12
Musani ukumoyika ukumkani waseBhabheli, lowo nimoyikayo; musani ukumoyika, utsho uYehova; ngokuba ndináni, ukuba ndinisindise, ndinihlangule esandleni sakhe. Ndiya kunenzela imfesane, abe nemfesane kuni, anibuyisele emhlabeni wakowenu.
Phonononga UYEREMIYA 42:11-12
3
UYEREMIYA 42:3
uYehova uThixo wakho asixelele indlela esingahamba ngayo, nento esingayenzayo.
Phonononga UYEREMIYA 42:3
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo