1
UISAYA 30:21
IZIBHALO EZINGCWELE
iindlebe zakho zive ilizwi ngasemva kwakho, lisithi, Nantsi indlela; hambani ngayo, nokuba nisinga ekunene, nokuba nisinga ekhohlo.
Thelekisa
Phonononga UISAYA 30:21
2
UISAYA 30:18
Ngako oko uYehova uya kukha alinde, ukuze anibabale; ngako oko uya kukha akhwelele phezulu, ukuze abe nemfesane kuni; ngokuba nguThixo wogwebo uYehova; hayi, uyolo lwabo bonke abalindele kuye!
Phonononga UISAYA 30:18
3
UISAYA 30:15
Ngokuba itsho iNkosi, uYehova oyiNgwcele kaSirayeli, ukuthi, Beniya kusindiswa kukubuya nakukuphumla; ebengabakhoyo amandla enu ngokuzola nangokukholosa; nasuka ànavuma.
Phonononga UISAYA 30:15
4
UISAYA 30:20
INkosi iya kuninika isonka sobandezelweyo namanzi oxiniweyo, bangabi sazímela abayali bakho, amehlo akho esababona abayali bakho
Phonononga UISAYA 30:20
5
UISAYA 30:19
Ngokuba abantu aba baya kuhlala eZiyon, eYerusalem; aniyi kuba sabuya nilile; uya kunibabala ngenene ekuvakaleni kokukhala kwenu; ákukuva, uya kusabela.
Phonononga UISAYA 30:19
6
UISAYA 30:1
Yeha ke, abantwana abaziinjubaqa, utsho uYehova; abenza iqhinga elingaphumi kum, bathelelane ngothelelwano kungengaMoya wam, ukuze bongeze isono kwisono
Phonononga UISAYA 30:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo