1
UISAYA 17:1
IZIBHALO EZINGCWELE
Isihlabo esisingisele kwiDamasko. Yabona, iDamasko iya kususwa ekubeni ngumzi, ibe ngumwewe owileyo.
Thelekisa
Phonononga UISAYA 17:1
2
UISAYA 17:3
iphelìswe inqaba kwaEfrayim nobukumkani kwiDamasko, amasalela ama-Aram• abe njengobuqaqawuli boonyana bakaSirayeli; utsho uYehova wemikhosi.
Phonononga UISAYA 17:3
3
UISAYA 17:4
Kuya kuthi ngaloo mini, busweleke ubuqaqawuli bukaYakobi, ingcumbeke inyama yakhe etyebileyo.
Phonononga UISAYA 17:4
4
UISAYA 17:2
Ishiyiwe imizi yaseArohere; iya kuba yeyemihlambi, ibuthe khona, kungabikho uyothusayo
Phonononga UISAYA 17:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo