UISAYA 17:1
UISAYA 17:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Isihlabo esisingisele kwiDamasko. Yabona, iDamasko iya kususwa ekubeni ngumzi, ibe ngumwewe owileyo.
Yabelana
Funda UISAYA 17UISAYA 17:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nalu udaba olundilisekileyo olumayela neDamasko: “Ke yona iDamasko ayisayi kuba sisixeko, yosuka ibe ziingqumba zamabhodlo.
Yabelana
Funda UISAYA 17