1
KUMAHEBHERE 3:13
IZIBHALO EZINGCWELE
manivuselelane imihla ngemihla, xa kusathiwa kunamhla, ukuze kungabikho mntu kuni wenziwa lukhuni kukulukuhla kwesono.
Thelekisa
Phonononga KUMAHEBHERE 3:13
2
KUMAHEBHERE 3:12
Lumkani, bazalwana, hleze kubekho kubani wenu intliziyo engendawo, engakholwayo, enokumka kuThixo ophilileyo
Phonononga KUMAHEBHERE 3:12
3
KUMAHEBHERE 3:14
Kuba siba ngamabelána ngoKristu, ukuba sithe ingqalo yokukholosa kwethu sayibamba ngokuthe nkqi, sada sesa ekupheleni
Phonononga KUMAHEBHERE 3:14
4
KUMAHEBHERE 3:8
Musani ukuzenza lukhuni iintliziyo zenu, Njengasengcaphukisweni, ngomhla wolingo entlango
Phonononga KUMAHEBHERE 3:8
5
KUMAHEBHERE 3:1
Ndithi ngoko, bazalwana bangcwele, mabelána ngobizo lwasemazulwini, mondeleni uMpostile, uMbingeleli oMkhulu wovumo lwethu, uKristu Yesu
Phonononga KUMAHEBHERE 3:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo