1
IGENESIS 45:5
IZIBHALO EZINGCWELE
Ngoko musani ukuba buhlungu, ningaziqumbeli, ukuba nathengisa ngam apha; kuba uThixo wandithuma phambi kwenu ukuze ndisindise abantu.
Thelekisa
Phonononga IGENESIS 45:5
2
IGENESIS 45:8
Ngoko ke àsinini abandithume apha, nguThixo; wandenza uyise kuFaro, nenkosi phezu kwayo yonke indlu yakhe, nomlawuli ezweni lonke laseYiputa.
Phonononga IGENESIS 45:8
3
IGENESIS 45:7
UThixo undithume phambi kwenu, ukuba ndinimisele amasalela ezweni, ukuba ndisindise ubomi benu, ibe kukusinda okukhulu.
Phonononga IGENESIS 45:7
4
IGENESIS 45:4
Wathi, uYosefu kubazalwana bakhe, Khanisondele kum apha. Basondela. Wathi, NdinguYosefu, umzalwana wenu, enathengisayo ngaye eYiputa.
Phonononga IGENESIS 45:4
5
IGENESIS 45:6
Kuba ngoku iminyaka mibini indlala ikho phakathi kwelizwe; isemihlanu iminyaka ezayo, ekungayi kubakho kulima nakuvuna ngayo.
Phonononga IGENESIS 45:6
6
IGENESIS 45:3
Wathi uYosefu kubazalwana bakhe, NdinguYosefu; usaphilile na ubawo? Ababa nako ukumphendula abazalwana bakhe; kuba bakhwankqiswa phambi kwakhe.
Phonononga IGENESIS 45:3
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo