IGENESIS 45:5
IGENESIS 45:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngoko musani ukuba buhlungu, ningaziqumbeli, ukuba nathengisa ngam apha; kuba uThixo wandithuma phambi kwenu ukuze ndisindise abantu.
Yabelana
Funda IGENESIS 45IGENESIS 45:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Sanukukhathazeka okanye nizohlwaye ngenxa yokuba nandithengisa apha. NguThixo owathi mandinandulele, ukuze kusinde abantu.
Yabelana
Funda IGENESIS 45