1
IDUTERONOMI 31:6
IZIBHALO EZINGCWELE
Yomelelani nikhaliphe: musani ukoyika, musani ukungcangcazela ebusweni bazo. Ngokuba nguYehova uThixo wakho ohamba nawe; akayi kukuyekela, akayi kukushiya.
Thelekisa
Phonononga IDUTERONOMI 31:6
2
IDUTERONOMI 31:8
NguYehova ohamba phambi kwakho; yena uya kuba nawe; akayi kukuyekela, akayi kukushiya. Uze ungoyiki, ungaqhiphuki mbilini.
Phonononga IDUTERONOMI 31:8
3
IDUTERONOMI 31:7
UMoses wambiza ke uYoshuwa, wathi kuye emehlweni amaSirayeli onke, Yomelela ukhaliphe; kuba wena uya kungena naba bantu kwelo zwe wafungayo kooyise uYehova ukuba wobanika; wena uya kubadlisa ilifa.
Phonononga IDUTERONOMI 31:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo