1
IDUTERONOMI 24:16
IZIBHALO EZINGCWELE
Ooyise mabangabulawa ngenxa yoonyana; oonyana mabangabulawa ngenxa yooyise; elowo makabulawe ngesono sakhe.
Thelekisa
Phonononga IDUTERONOMI 24:16
2
IDUTERONOMI 24:5
Xa indoda ithe yazeka umfazi omtsha, mayingaphumi nomkhosi, ingàphathiswa msebenzi nawuphi. Yokhululeka ngenxa yendlu yayo umnyaka ube mnye, ivuyisane nomkayo emzekileyo.
Phonononga IDUTERONOMI 24:5
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo