1
IZENZO 13:2-3
IZIBHALO EZINGCWELE
Bakubon' ukuba ke bayabusa eNkosini, bezila ukudla, wathi uMoya oyiNgcwele, Ndahluleleni ke uBharnabhas kwanoSawule, baye emsebenzini endibabizele kuwo. Bathe ke, bakuba bezilé ukudla, bathandaza, babeka nezandla phezu kwabo, babandulula.
Thelekisa
Phonononga IZENZO 13:2-3
2
IZENZO 13:39
nakuzo zonke izinto ebeningenako ukugwetyelwa nikhululeke kuzo ngomthetho kaMoses, bonke abakholwayo bayagwetyelwa ngaye yena lowo.
Phonononga IZENZO 13:39
3
IZENZO 13:47
Kuba isiwisele umthetho ngokunjalo iNkosi, yathi, Ndikubekile ukuba ube lukhanyiselo lweentlanga, Ukuze ube ngowosindiso, kude kuse ekupheleni kwehlabathi. (UIsaya 49:6)
Phonononga IZENZO 13:47
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo