1
USAMUWELI II 3:1
IZIBHALO EZINGCWELE
Ke kaloku yoluka imfazwe phakathi kwendlu kaSawule nendlu kaDavide. UDavide waya esomelela ngokomelela; indlu kaSawule yaya incipha ngokuncipha.
Thelekisa
Phonononga USAMUWELI II 3:1
2
USAMUWELI II 3:18
yenzani kaloku, ngokuba uYehova utshilo kuDavide, ukuthi, Ndiya kubasindisa ngesandla sikaDavide, umkhonzi wam, abantu bam amaSirayeli esandleni samaFilisti, nasesandleni seentshaba zabo zonke.
Phonononga USAMUWELI II 3:18
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo