1
USAMUWELI I 10:6
IZIBHALO EZINGCWELE
UMoya kaThixo wokufikela ngamandla, uprofete ndawonye nabo, uguquke ube mntu wumbi.
Thelekisa
Phonononga USAMUWELI I 10:6
2
USAMUWELI I 10:9
Wathi uSawule, akuthi khwitshi ukuba emke kuSamuweli, uThixo wamguqula, wanantliziyo yimbi. Yafika yonke loo miqondiso kwangayo loo mini.
Phonononga USAMUWELI I 10:9
Home
Bible
Plans
Videos