USAMUWELI I 10:6
USAMUWELI I 10:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
UMoya kaThixo wokufikela ngamandla, uprofete ndawonye nabo, uguquke ube mntu wumbi.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 10USAMUWELI I 10:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nawe ke uya kungenwa nguMoya kaNdikhoyo ngamandla, utsho ungenelele kuloo ntshumayelo nakuloo ntsholo yabo, ube mntu wumbi.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 10