← Plans
IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne IINDUMISO 33:4
Indlela yokuqalisa ukufunda iBhayibhile
Iintsuku eziyi-4
Masithethe inyaniso: siyayazi ukuba yinto elungileyo ukufunda iBhayibhile, kodwa kunzima kakhulu ukuba uyazi indawo ozakuqala kuyo. Kwezintsuku zine zilandelayo, sizakufunda ngokuba kutheni iBhayibhile ibalulekile nje, singaziqhelanisa njani nokuyifunda imihla ngemihla, kwaye isebenza njani ebomini bethu namhlanje.