← Izicwangciso
IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UMATEYU 20:26
Ubizo lobuNkokeli boMkhonzi
5 Iintsuku
Sibizelwe ukukhokela njengoko wayesenza uYesu. Ubunkokeli buqala ngomntu, kungekhona isikhundla, yaye injongo yobunkokeli kukushukumisela abantu bakaThixo kwiinjongo Zakhe. Ufundo ngalunye lwemihla ngemihla luya kukunceda ubeke iziseko eziluqilima kwimeko yobunkokeli bakho, ikukhumbuze ukuba ngaphambi kokuba ube yinkokeli ungumkhonzi, kwaye ngaphambi kokuba ube ngumkhonzi ungumntwana oyintanda kaThixo.