← Izicwangciso
IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne IGENESIS 2:7
Kutheni Kumele Sidumise
3 Iintsuku
Kuthetha ukuthini ukuDumisa? Kutheni sifuna ukuya Dumisa uThixo? Ngaba ubomi bokudumisa noNqulo benza umahluko? 'Kutheni kufuneka sidumise' sisifundo sokuba kutheni ikholwa ngalinye kufuneka liphile ngendumiso nonqulo rhoqo. Kukuthanda kukaThixo ukuba yonke into ayidalileyo ibonise uzuko lwakhe. Nangona indlela isenokungabi lula ekuqaleni, kodwa ngoYesu silufumene ubabalo kwaye ulonwabo alubeka ezintliziyweni zethu luyasomeleza njengoko sihlala ebusweni bakhe.