Waphinda ngoko uYesu wathi kubo, Uxolo malube nani; njengokuba uBawo endithumile mna, nam ndiyanithuma nina. Akutsho wabaphefumlela, wathi kubo, Yamkelani uMoya oyiNgcwele
UYOHANE 20:21-22
Home
Bible
Plans
Videos