Kanjalo masinyamekelane, ukuba silolane eluthandweni nasemisebenzini emihle; singakuhilizeli ukuhlanganisana kwethu, njengesiko labanye. Masivuselelane kube kokukhona, niyibona nje ukuba imini leyo iyasondela.
KUMAHEBHERE 10:24-25
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo