Ukufunda iBali likaThixo: Isicwangciso soNyaka Omnye Ngokulandelelana Kweziganeko

Ukufunda iBali likaThixo: Isicwangciso soNyaka Omnye Ngokulandelelana Kweziganeko

Iintsuku ezi 365

Siyilwe nguGqr. George Guthrie, esi sicwangciso sithatha izinto eziseBhayibhileni kwaye sizilungelelanise ukuba zihambe ngokulandelelana kwazo. Kuba usuku lokubhalwa kwezinye izixhobo okanye imini yezinye izehlo singenakuzichaza, olulandelelwaniso yinzame yokunika wena mfundi ubume, nokuhambela phambili kwebali elikhulu leBhayibhile. Ezinye izicatshulwa zibekwe ngokwezihloko (umzekelo, uYohane 1:1-3 kwiVeki yoku-1, uSuku lwesi-2; kunye neendumiso ezininzi). Kukho izifundo ezintandathu veki nganye ukunika isithuba sokuleqisa xa kufuneka.

Ithatyathwe kuRead The Bible For Life, iCopyright 2011 nguGeorge H. Guthrie. Onke Amalungelo Agciniwe. Ipapashwe yi-B&H Publishing Group http://www.readthebibleforlife.com
More from Read The Bible For Life