UZEFANIYA 2:11
UZEFANIYA 2:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Uyoyikeka uYehova kubo; kuba uyabangcungcuthekisa bonke oothixo behlabathi, ziqubude kuye zonke iziqithi zeentlanga, elowo esendaweni yakhe.
Yabelana
Funda UZEFANIYA 2UZEFANIYA 2:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
UNdikhoyo woba ngorhwaqelisayo kubo, kuba wozitshabalalisa *izithixo zelizwe. Izizwe macala onke ziya kumnqula; bebonke ke kwimihlaba yabo.
Yabelana
Funda UZEFANIYA 2