UZEKARIYA 9:16
UZEKARIYA 9:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Yaye uYehova uThixo wabo uya kubahlangula ngaloo mini njengezimvu zabantu bakhe, ngenxa yokuba baya kuba njengamatye axhonywe njengeflegi ezweni lakhe.
Yabelana
Funda UZEKARIYA 9UZEKARIYA 9:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wóbasindisa abantu bakhe uYehova uThixo wabo ngaloo mini, njengomhlambi; ngokuba bengamatye esithsaba, abengezela emhlabeni wakhe.
Yabelana
Funda UZEKARIYA 9